NOTICE CALLING FOR THE INSPECTION OF 2019/2024 GENERAL VALUATION ROLL IN TERMS

OF THE MUNICIPAL PROPERTY RATES ACT 6 OF 2004

Notice is hereby given in terms of Section 49(1) (a) (i) of the Local Government Municipal Property Rates
Act 6 of 2004, that Mnquma local Municipality’s General Valuation Roll for the period 1 July 2019 to 30
June 2024 will be open for public inspection at designated Municipal offices situated at the following
addresses, from 26 February 2019 to 30 April 2019:
? Butterworth Customer Care center/ Old library at No. 23 High Street
? Centane municipal offices
? Nqamakwe Municipal office
Notice is further given in terms of Sect 49(1) (a) (ii) of the Municipal Property Rates Act 6 of 2004, that
any owner of the immovable property or any other person who desires to lodge an objection with the
Municipal Manager in respect of any matter reflected in, or omitted from the Valuation Roll to do so within
the above mentioned period.
Your attention is specifically drawn to the fact that in terms of Sect 50(2) of the Municipal rates Act 6 of
2004, an objection must be in relation to a specific individual property and not against the Valuation Roll
as such, and section 50(6) further provides that the lodging of an objection does not defer liability of
payment of rates beyond the date determined for payment.
. The form for lodging an objection is obtainable from Municipal offices or from the Municipal Website.
Completed forms must be returned to the Municipal Manager on or before 30 April 2019
For further enquiries please contact Mnquma Property Valuation officers at: 071 299 4746/
ftaruva@mnquma.gov.za

Issued By: Mr S Mahlasela - Municipal Manager


ISAZISO ESIMEMELA UKUHLOWA KOMQULU WAMAXABISO OMHLABA JIKELELE

Ngokwenjenje kuyaziswa phantsi kweSiqendu sama 49(1) (a) (i)) somthetho owaziwa ngokuba yi –Local
Government: iMunicipal property rates Act we 6 kowe 2004, ukuba uMqulu wamaXabiso-Omhlaba
Jikelele kaMasipala oya kusebenza ukusukela ngomhla wokuqala (1) kuJulayi 2019 ukuya kuma
ngowama 30 Juni 2024 ungahlolwa kwezi ndawo zilandelayozikaMasipala ukusukela kumhla wo 26 ka-
February 2019 ukuya kowe 30 April 2019:
? Kwii-Ofisi zikaMasipala kuCentane
? Kwii-Ofisi zikaMasipala eNgqamakwe
? Butterworth Customer Care center/ Old library at No. 23 High Street
Kananjalo kuyaziswa phantsi kwesiqendu sama 49 (1)(a)(ii) woMthetho obizwa ngokuba yi-Local
Government: Municipal Property Rates Act we 6 kowe 2004 ukuba nawuphi umnini okanye umnikazi
mhlaba okanye nawuphi na omnye umntu onqwenela ukwenza njalo angathumela ngembalelwano
kuMphathi kaMasipala isichaso sakhe ngakuyo nayiphi na into ebhaliweyo okanye eshiyiweyo kuwo lo
Mqulu wamaxabiso omhlaba kwangelixesha likhankanyiweyo ngasentla.
Makuqatshelwe ukuba ngokweSiqendu sama 50(2) sawo loMthetho obizwa ngokuba yi-Local
Government : Municipal Property Rates Act we 6 kowe 2004 nasiphi isichaso esenziwayo kufuneka sibe
sisingisa ngokucacileyo kumhlaba othile ozimele geqe singachasi uMqulu WamaXabiso-Omhlaba
gabalala, siphinde sicacise ukuba ngokwesiqendu 50(6) izichazo azithi ukuba irhafu zika Masipala
azizubatalwa ngexesha ezifuneka ngalo.
Ifomu zokwenza izichaso ziya kufumaneka kwakuzo ezi ndawo zikaMasipala zikhankanyiweyo okanye
kwi-Website kaMasipala. Zonke ifomu ezigcwalisiweyo mazibuyiselwe kwi-Ofisi yoMphathi kaMasipala
ungagqithanga ulweSihlanu 30 April 2019
Inkcukacha: Mnquma Valuation Office: 071 299 4746/ ftaruva@mnquma.gov.za

 


Attachments